Hello
Molo (MOW-LOW)
Hello (plural)
Molweni (MOLE-WAY-NEE)
How are you?
Unjani? (OON-JAH-NEE)
How are you? (plural)
Ninjani? (NIN-JAH-NEE)
I'm fine
Ndiphilile (NDEE-PEE-LEE-LAY)
Thank you
Enkosi (EN-KOH-SEE)
Sorry
Uxolo
I don't understand
Andiqondi
I understand
Ndiyaqonda
I don't know
Andiyazi (ON-DEE-YAH-ZEE)
I know
Ndiyazi (IN-DEE-YAH-ZEE)
Why?
Ngoba? (IN-GO-BAH)
When?
Nini? (NEE-NEE)
How?
Njani? (IN-JAH-NEE)
Where?
Phi? (PEE)
Where is Jim?
Uphi uJim? (OO-PEE OO-JIM)
My name is Jim
Igama lam nguJim
What is your name?
Ngubani igama lakho?
I come from America
Ndisuka America
I work at Masinyusane
Ndisebenza kwaMasinyusane
How old are you?
Uneminyaka emingaphi?
I'm pleased
Ndiyavuya
I'm pleased to see you
Ndiyavuya ukukubona
I'm pleased to meet you
Ndiyavuya ukukwazi
You must study hard!
Kufuneka ufunde kakhulu!
I believe in you
Ndikholelwa kuwe
You will succeed
Uzophumelela
Have a good day
Ube nemini emnandi
I want/need...
Ndifuna
water
Amanzi
food
Ukutya
help
Uncedo
I'm happy
Ndonwabile
I'm sad
Ndilusizi
I'm hungry
Ndilambile
I'm tired
Ndidiniwe
What time is it?
Ngubani ixesha?
You are beautiful
Umhle
You are smart
Ukrelekrele
Hands wash each other (we must help each other)
Izandla zihlamba ezinye
Be quiet!
Thula!
Be quiet! (plural)
Thulani!
Listen!
Mamela!
Listen! (plural)
Mamelani!
Try!
Zama!
Try! (plural)
Zamani!
Read/Study!
Funda!
Read/Study! (plural)
Fundani!
Believe in yourself!
Zithembe!
Ask Jim
Mbuze uJim